You are on page 1of 2

Intsomi

Ukufunda nokubukela

Make sifunde intsomi encwadini yakho esihloko sithi “UDyakalashe ugcina abantwana
bengonyama”
Iphpha 119

Umsebenzi

1. Yintoni intsomi?

Intsomi kukubaliswa kwesiganeko, nokuba yinyani okanye siyintsomi, ngendlela yokuba


umphulaphuli abe namava okanye afunde okuthile ngenxa nje yokuba elivile ibali.

2. Zibaluleke ngantoni iintsomi?

Iintsomi zisenza sisabelane ngolwazi ngendlela eyenza unxibelelwano lweemvakalelo.

3. Ingaba ifundisa ntoni leNtsomi ubuyifunda?

Ungabo themba wonke umntu.

4. Zibangelwa yintoni iziganeko ezenzeka kulentsomi?


Zinbangelwa kubawa, nokunganyaniseki.

5. Uthini umxholo walentsomi?


Ayinguye wonke umntu oza ebomini bakho oza ngeenjongo ezilungileyo.

© Material designed by Curro Digital Learning. No part of it can be used without the express written permission of the author.
6. Ungathi uDyakalashe ngumlinganiswa onjani ngokuzotywa ngumbhali?

UDyakalashe ngumlinganiswa ongena nyani,ongathembekiyo futhi ongcolileyo kwaye


akayicingeli imizwa yabanye abantu.

© Material designed by Curro Digital Learning. No part of it can be used without the express written permission of the author.

You might also like