You are on page 1of 2

Umsebenzi

Ukuphulaphula nokuthetha

Phendula yonke imibuzo ekweli phepha.

1. Yintoni udliwabondlebe?

Iseshoni yemibuzo neempendulo apho umntu abuza imibuzo, aze omnye aphendule loo mibuzo.

2. Nika iimpawu ezintlanu zokubhalwa kodliwanondlebe.

1. Iqhutywa ziinjongo
2. Umbuzo-impendulo
3. Yakhiwe
4. lawulwa
5. Engalungelelananga.

3. Ithini eyona njongo yokwenziwa kodliwanondlebe?

Ivumela umqeshi ukuba abone ukuba izakhono zomenzi-sicelo, amava kunye nobuntu bakhe
ziyahlangabezana neemfuno zomsebenzi.

4. Khawenze udliwanondlebe phakathi kwakho kunye nomdlali webhola okanye umsasazi


omthandayo.

Mna: Uyancomeka kakhulu umsebenzi wakho Ronaldo.

Ronaldo(umdlali): Enkosi kakhulu, abantu abaninzi baye bandincome

Mna: Inene wohlukile, ukuba ubuzifunde phi izakhono ezinje?

© Material designed by Curro Digital Learning. No part of it can be used without the express written permission of the author.
Ronaldo: Njengomntwana oneminyaka eli-11 ubudala, ndenze isigqibo esikhulu sokusuka
eMadeira ndiye kudlalela iSporting Lisbon.

Mna: Yankulu kakhulu lonto inoba abazali bakho bayazingca ngawe.

Ronaldo: Enkosi kakhulu kudala ndafuna ukuba ngumdlali webhola ekhatywayo noba
ngumzekelo omhle ebantwini abatsha.

Mna: Kulungile, enkosi Ronaldo ndicinga ukuba sigqibile?

Ronaldo: Ewe, enkosi nakuwe sisi.

© Material designed by Curro Digital Learning. No part of it can be used without the express written permission of the author.

You might also like