You are on page 1of 5

Gabriella De Gouveia

ST10027904 – Class 5
Communicative Languages: isiXhosa –
COLX5112
Assignment 1: 100 Marks
Due date: 13 October 2022
Section A: [Marks: 50]

Q.1.1.1. Introduction :

Molo titshalakazi. Igama lam ngu Gabriella De Gouveia.

Ndihlala eKapa, eMzantsi Afrika.

Umbala endiwuthandayo ngopinki nomhlophe. Ndinenwele ezimfutshane ezimdaka


kunye namehlo amdaka amnyama.

Ndiyakuthanda ukudanisa. Isilwanyana endisithandayo yikati. Ndineekati ezimbini


zasekhaya ezibizwa ngokuba nguTabby noToby.

Ndihlala nabazali bam kwindlu eseWelgelegen.

Q.1.1.2. Presentation of family tree :

Father’s Family – utata usapho

Grandfather - Ngutatomkhulu wam lo. Igama lakhe nguAntonio De Gouveia.


Wazalelwa eMadeira, isiqithi samaPhuthukezi eYurophu. Utatomkhulu uneminyaka
engamashumi asibhozo anesithathu. Utatomkhulu usebenzisa iindondo.

Two sons - Utatomkhulu nomakhulu babenonyana ababini. UPedro noLeonel.

Uncle - UPedro ngumalume wam. UMalume uPedro uhlala yedwa. Uneminyaka


engamashumi amahlanu ananye ubudala. UMalume uPedro wazalelwa eMzantsi
Afrika. UMalume uPedro uyakuthanda ukuhamba kwaye uye kumazwe angaphezu
kwamashumi amathathu.

Father - Ngutata wam lo. Igama lakhe nguAntonio Leonel De Gouveia. Uneminyaka
engamashumi amahlanu anesine ubudala kwaye utshate nomama wam, uSamantha
Natalie De Gouveia. Utata uthetha isiPhuthukezi kwaye uyakuthanda ukufunda
nokubhala. Uneshishini leentlanzi neetshiphusi.

Had two children - Umama notata babenentombi ezimbini.

Ndiyintombi endala. Igama lam nguGabriella Poala De Gouveia. Ndinosisi omnye.


Igama lakhe nguRaquel Hannah De Gouveia. Uneminyaka elishumi elinesihlanu
ubudala.
Section B [Marks: 50]

General Dialogue:
Jessica: Molo unjani?

Gabriella: Ndiphilile. Unjani wena?

Jessica: Ndiphilile enkosi. Ngubani igama lakho?


Gabriella: Igama lam ngu Gabriella. Ngubani igama lakho?
Jessica: Igama lam ngu Jessica.
Gabriella: Uhlala phi?
Jessica: Ndihlala eOttery. Kwaye wena?
Gabriella: Ndihlala eWelgelegen. Ufunda phi?
Jessica: Ndifunda eVarsity College.
Gabriella: Ndikwafunda naseVarsity College.
Jessica:
Option 1: You are a customer in a restaurant. You would like to order a meal
for the day.
Gabriella: Hello, how are you?
Gabriella: Molo sisi, igama lam nguGabriella. Unjani?
Jessica: I am fine and you?
Jessica: Molo Gabriella. Ndiphilile. Unjani wena?
Gabriella: I am well thank you. How may I help you today?
Gabriella: Ndiphilile enkosi. Ndingakwenzela ntoni namhlanje?
Jessica: I would like to order some food please.
Jessica: Ndingathanda ukuodola ukutya nceda.
Gabriella: Okay. Here is our menu.
Gabriella: Kulungile. Nantsi imenyu yethu.
Jessica: Thank you so much.
Jessica: Enkosi kakhulu.
Gabriella: What would you like to eat? The chicken salad is delicious.
Gabriella: Ungathanda ukutya ntoni namhlanje? Isaladi yenkukhu imnandi.
Jessica.. The chicken salad looks good. What else is good on the menu?
Jessica: Isaladi yenkukhu ibonakala ilungile. Yintoni enye elungileyo kwimenyu?
Gabriella: The fish is delicious.
Gabriella: Intlanzi imnandi.
Jessica: I don’t eat fish.
Jessica: Andizithandi intlanzi.
Gabriella: That’s okay. We have more options.
Gabriella: Kulungile. Sinokhetho oluninzi.
Jessica: I like the ribs and chips.
Jessica: Ndiyazithanda iimbambo kunye neetships.
Gabriella: Would you like to place an order?
Gabriella: Ngaba ungathanda ukwenza iodolo?
Jessica: Yes please. Ill get the ribs and chips please.
Jessica: Ewe nceda. Ndiza kufumana iimbambo kunye neetshiphusi, nceda.
Gabriella: Your order is on its way.
Gabriella: I-odolo yakho isendleleni.
Jessica: Thank you for your service. Can you bring me the bill please.
Jessica: Enkosi ngenkonzo yakho. Ungazisa i-akhawunti nceda.
Gabriella: Yes. Goodbye, come again.
Gabriella: Ewe. Sala kakhule, yiza kwakhona.
Jessica: Goodbye, thank you.
Jessica: Sala kakuhle.

You might also like