You are on page 1of 4

AMABANGA APHAKATHI

IBANGA LESI 6

EYENKANGA 2018

ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3


IMEMORANDAM

AMANQAKU: 30

Le memorandam inamaphepha ama-4.


2 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 (EC/EYENKANGA 2018)

ICANDELO A

UMBUZO 1: IZINCOKO

RUBHRIKHI YOKUHLOLA IZINCOKO


IINKALO UMGANGATHO 4 UMGANGATHO 3 UMGANGATHO 2 UMGANGATHO 1
ZOVAVANYO 4 Amanqaku 3 Amanqaku 2 Amanqaku 1 Amanqaku

Ubungqina Uyilo lugqwesile, Uyilo lukhona, izimvo Lukho uyilo olungephi, Akukho mbonakalo
bokucwangcisa izimvo zithungelana zisemgaqweni kwaye kodwa akukho yayilo konke konke,
kakuhle. zilandeleka lula. sikhokhelo sisiso, kugqame
uphumile emxholweni. ukungaqondi.
Isakhiwo Umsebenzi mhle Imo ilandelwe kodwa Akukho kuthungelana Imo idengile kwaye
kakhulu,iinjongo ayinasihlahla, izimvo phakathi kwemihlathi, ibaxekile,
zawo zigqamile. ezingundoqo zikho nezimvo azinamhluzi. intsingiselo
kodwa zineziphene. ayivakali.
Umxholo Umfundi Umfundi unakho Akukho sihlahla, Isihloko siqondwa
ubonakalisa ukuqonda nangona umongo awuniki luzizi, ulwazi
ukuyazi into abhala kusafuneka esebenze mkhondo. lufihlakele.
ngayo. ngokuzimisela.
Ukusetyenziswa Akukho ziphene. Isimbo sihle, siphuhlile Iziphene zolwimi Iziphene zolwimi
kolwimi Isigama nesimbo kodwa zikho iziphene zininzi, zidodobalisa zininzi kakhulu,
zidlwengula ezimbalwa. intsingiselo, izimvo zidodobalisa
umxhelo. azivakali. intsingiselo, izimvo
azivakali.
Upelo Upela ngendlela Upelo luvuthiwe, Upelo Akakawuqondi
neempawu echanekileyo isimbo sokubhala nokusetyenziswa kakuhle umcimbi
zokubhala. nengenawo siyahambelana kweempawu wopelo neempawu
amakhwiniba. nenjongo. zokubhala kusafuna zokubhala
ukuthathelwa
ingqalelo.
AMANQAKU 20

Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha


(EC/EYENKANGA 2018) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 3

ICANDELO B

UMBUZO 2: IITEKISI EZIMFUTSHANE

IRUBHRIKHI
Izinto eziza Inyathelo 3 Inyathelo 2 Inyathelo 1
kuhlolwa
3 2 1
Ubungqina Ucwangcise Uzamile Akakhange
bokucwangcisa ngendlela eyiyo ukucwangcisa acwangcise.
kwaye nobude
bulungile
Umxholo Unamathele Uzamile Usichaze nje isihloko
emxholweni ukunamathela kodwa akayiphumeza
kwaye emxholweni injongo
uyiphumezile
injongo
Upelo, ulwimi Ingqalelo kulwimi, Ulwimi, upelo Kusenzima kulwimi,
neendlela upelo neendlela luyanelisa upelo neendlela
zokubhala zokubhala zokubhala
zikwizinga
eliphakamileyo
AMANQAKU 10
EWONKE

Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha


4 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 (EC/EYENKANGA 2017)

ICANDELO B: ITEKISI EMFUTSHANE

UMBUZO 2

Irubriki yetekisi emfutshane

Okuzakuhlolwa Amanqaku
Umxholo 3
Isakhiwo esifanelekileyo/Ubungqina bokucwangcisa 3
Upelo, ulwimi neendlela zokubhala 4
Amanqaku ewonke 10

AMANQAKU ECANDELO B: 10
AMANQAKU EWONKE: 30

Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha

Tyhila iphepha

You might also like