You are on page 1of 1

THE METHODIST CHURCH OF SOUTHERN AFRICA

BORDER INLAND REGION: WOMEN’S MANYANO

A CHRIST-HEALD AFRICA FOR THE HEALING OF THE NATIONS

19 June 2023
OFFICIALS
Mama President noo mama bonke.
Regional Co-ordinator
Mrs N Mpuqa Siyabulisa ngegama elihle lomfeli nomvukeli wethu u Yesu Krestu, Amen.
Cell: 0840650362

Vice President
Mrs Nobantu Dywili Sibhala sikhumbuza oku kulandelayo malunga nemidlalo ye netball:
Cell: 0834966708
Umhla : Mgqibelo, 24 June 2023
Secretary
Mrs Coceka Ntsepe Indawo : Zwelitsha Primary
Cell: 0715303306
Ixesha : 10h00

Treasury
Mrs P Mkhosana
Cell: 0722804927 Siyacela ukuba ii sekethe ezinako ukufaka imali yokubhalisa I team zifake ku
nondyebo we Region, umama Phumla Mkhosana. Inkcukacha zebanki umama
CCS Secretary
Mrs Namhla Mpendu Mkhosana uzakuzithumela koo mama nondyebo. Singavuya ukuba isekethe
Cell: 0737325948
zingenza njalo ukukhawulelana namalungiselelo alomhla.

Siyabulela kakhulu nge ntsebenziswano.

Enkosi,

C Ntsepe: (Secretary) ngokugunyaziswa ngu Rev N Mpuqa (Border Inland Region Coordinator) kwakunye ne
executive..

You might also like